Imithiswe ngumzala wayo intwazana yaseZimbabwe, hayi utata wayo
Intombazanana eneminyaka elithoba yaseTsholotsho, eZimbabwe, ebeleke umntwana oyintombazana ebutsheni balenyanga, kufunyaniswe ukuba ayikhuleliswanga nguyise,njengoko bekurhaneleka.
Ubulele unyana wagqiba wazibulala uyise wenkwenke eneminyaka emihlanu
Ushiyeke eqokelela iingceba uNomvuyiselo Jona oneminyaka engamashumi amathathu anesibini, emva kokufunyaniswa komzimba wenkwenkwana yakhe eneminyaka emihlanu emva kokuba yachazwa njenge lahlekileyo.
Umdlalo wokugqibela wamaBhoko Bhoko kunye neNgilane
Singayifumana itafile edekwe kakuhle kumdlalo omkhulu wamagqibela kankqoyi phakathi koMzantsi Afrika neNgilane ozakube udlalelwa eTwickenham ngoMgqibelo?
Ngubani olibele ukukhuph ‘ikati engxoweni?
Igosa leTransportation Security Agency (TSA), lamangaliswa kukufumana ikati ngaphakathi kwingxowa yendoda kwisikhululo seenqwelo moya iJFK eUnited States.
Linabele uqaqaqa inina elityholwa ngokubulala abantwana balo
Umama otyholwa ngokubulala abantwana bakhe ngehamile kwisithuba esingaphezulu kweveki ulandulele eli.
Hello world!
Welcome to WordPress. This is your first post. Edit or delete it, then start writing!