Samsung Galaxy A14

Ukuguga ayikokuphela kobomi kunobuhle wekhasi leOnlyFan

0
Unobuhle oneminyaka engamashumi amahlanu anesixhenxe, weOnlyFans owaziwa ngelika “The Golden Gilf” uthi akazuyeka ukuvelisa imiboniso yabantu abadala nokuba sele egugile, eneminyaka engamashumi alithoba.

Amapolisa abanjelwe ubusela nokubetha

0
Amapolisa amathandathu alele eqamelele ngenqindi ezisele eBoksburg kumantla ephondo laseRhawutini, ngokubetha umnikazi weshishini leentsimbi ahlale kwikhoma nokumbela iintabombo zombane.

Balala ngaphandle kwamasango eDyunivesithi ngethemba lokufumana indawo

0
UNombuso Mkhize uxhobe ngengubo kunye neziphumo zakhe zebanga leshumi kuphela. Akanakutya okanye imali, Kodwa unomnqweno wokuphucula ubomi bakhe. 

Ugxekiwe umphathiswa wezotyelelo ngesicwangciso senkxaso mali 

0
Iofisi yomphathiswa wesebe lezotyelelo izikhabe ngawo omane iingxelo zokuba iceba ukuxhasa iqela lebhola edlala kwiPremier League Tottenham Hotspurs.

UZikode noBantwini bazakonwabisa uluntu kwiqonga leeGrammy Awards

0
Iimvumi zeli loMzantsi Afrika uNomcebo Zikode kunye noZakes Bantwini zizakuphinda ziwongwe ehlabathini. 

Aphi amapolisa ase Browns Farm?

0
Baphila ubomi bentshontsho abahlali baseBrowns farm ePhilippi, kumgama ongamashumi amabini anesihlanu ekhilomitha ukusuka eKapa.  

Indoda ibulele inkosikazi yayo, yavalela umzukulwana ewodrophini

0
UTinny Nkgudi unyamezele ukuxhatshazwa ngumyeni wakhe iminyaka engamashumi amathathu, kwaye ngentseni yangoMvulo kutyholwa ngelithi umbulele. 

Usomaqhuzu waseAlex ubhabhela emanqwanqweni

0
Undaba mlonyeni wokuhlengahlengiswa kwesigqeba sika mongameli awufikanga ugalelekile.

UTrevor Noah uphantse wasengakini ngenxa yekama

0
UTrevor Noah uthathe iholide emfutshane wayokucitha ixesha eMexico, kodwa indaba yekama efunyenwe kumthwalo wakhe iphantse yalwenza lude utyelelo lwakhe.  Eli qhula loMzantsi Afrika, liqale ukhenketho lwakhe lwehlabathi alubiza ngeOff the Record world Tour eMelika ngomhla wamashumi amabini kwinyanga yoMqungu, uthe wakubana neentsukwana ezimbalwa zekhefu watyelela kwilizwe laseMexico.  Kodwa uthe xa ebuyela...

Ucwangcisa ngobomi bakhe uSjava

0
Icwecwe likaSjava ebelijongwe ngamehlo abomvu elithi Isibuko, lamkelwe ngezandla ezishushu ngabalandeli bakhe kunye nabathandi bomculo.