Khange lubalasele uGwayimbo eGqeberha
Nangona umbutho weEFF uqale kwisigaba esiphezulu kwinkqubo yokumiswa ngxi kwentshukumo zoluntu kwidolophu ezinkulu kweli, kummandla waseNelson Mandela Bay khange kubekho phazamiseko lungakanani.
URamaphosa uncamela kwiindlela zorhulumente wengcinezelo!
Umongameli uCyril Ramaphosa uphulukana namandla okuphatha kwaye naye uyayazi lonto.
IKumkani yamaZulu ifuna liphumele elubala ngenkcitho iqumrhu Ingonyama Trust
Kujongwe kwibhodi elawula Ingonyama Trust ejongene nomhlaba olinganiselwa kwiiHectare ezi zizigidi ezintathu zesizwe samaZulu.
Uhlonitshwe yiKumkani yaMampondomise uFikile Mbalula
Ikumkani yaMampondomise uZanozuko Matiwane usimanyile kwakhona isizwe sakhe, wavuselela ubuKumkani obatshatyalaliswa lixesha lombuso wamakoloniyali, ngexesha lorhulumente wengcinezelo kweli.
IOddball: Yimveliso entsha yobugcisa eNewtown
UThula Khumalo oneminyaka engamashumi amabini anesixhenxe, uthathe ixesha lakhe ekhulisa isakhono sakhe somculo.
Bangaphezu kwesigidi abemi beli abaza kuzibandakanya noqhankqalazo
Akukhonto iqhelekileyo izakwenzeka ngoMvulo umhla wamashumi amabini kweyoKwindla.
Imibutho ephikisayo ayibonakali indima yayo kubemi beli
Ayinanto yokwenza nokubaxa into yokuthi amaqela aphikisayo kweli loMzantsi Afrika ayabaphoxa abavoti.
Iinkonde zaseNelson Mandela Bay zifumene ithuba lokuba ngabanini mzi ekugqibeleni
Emva kokulinda iminyaka elishumi elinesihlanu, abantu abadala abangamakhulu amabini namashumi asixhenxe kummandla waseNelson Mandela Bay bafumene izitshixo zezindlu zabo okukuqala ngoLwesine.
Iinkosi zomthonyama zinyanzelisa imali eyongezelelweyo yokwenza umsebenzi wazo
Amabhunga eenkosi zomthonyama kwiphondo leMpuma Kapa anyanzelisa isabelo mali esongezelelweyo kurhulumente wephondo kuba ayasokola ukwenza umsebenzi wawo ngendlela efanelekileyo.
Bajongene ngezikhondo zamehlo abahlali bamatyotyombe eKapa ngenxa yolawulo
Njengoko iya isenyukela imbambano phakathi kwekomiti entsha nendala kwingingqi yamatyotyombe eyavulwa ngexesha leCovid-19, iCovid eKapa, abahlali baziva bengamaxhoba kulembambano.