Kubetha umoya kwii ranki zezithuthi zika wonke wonke ngenxa yokumiswa kweentshukumo zoluntu
Ngentseni yangoMvulo eqhelekileyo, iranki yezithuthi zaseDonneboom eMamelodi idla ngokuba ibe iyinkungu nelanga ngabantu abaphithizelayo.
Amalungu entengiso zotywala eKapa anyanzelisa ubulungisa kwinkundla yasePhilippi
Kwiveki ephelileyo amalungu equmrhu labathengisi botywala kwiphondo leMpuma Kapa, iWestern Cape Liquor Traders Organisation bathe badibana ngaphandle kwenkundla yasePhilippi beqhankqalazela ukuphathwa gadalala kwamalungu abo kulenkundla.
Inqununu “enobundlobongela” iwuthobile ungangatho wesikolo saseMthatha
Xa kusilwa iindlovu kukhuthuka nengca. Le yintetho yeminyaka engamakhulu eyadlulayo esetyenziswa ngabantu baseKenya, ababizwa ngeKikuyu, ethetha ukuba xa kusilwa izilwanyana ezinkulu ezincinane ziyalimala.
Utywala yeyona nto izakutshabalalisa isakhono sebhola ekhatywayo kweli
Ixesha elongezelelweyo: Ingxaki yokusela utywala ngokugqithisileyo kubadlali bebhola ekhatywayo kwilizwe loMzantsi Afrika kudala yabakhona kwaye yeyona nto iboyisayo.
Imanyano yabasebenzi iNehawu iqhubela phambili nogwayimbo
Imanyano yabasebenzi iNehawu iqhubela phambili nogwayimbo lwayo - nangona inkundla yezabasebenzi ikhuphe isithintelo soluqhankqalazo.
UYesu waseKenya akafuni kubethelelwa emnqamlezweni ngePasika
Indoda yaseKenya eyafumana udumo ngokuzibiza ngoYesu wesibini ozayo emhlabeni, izifake engxakini enkulu: ibandla lakhe lifuna ukumbethelela emnqamlezweni ngelixesha lePasika!
Ukugxotha umqeqeshi akwanelanga
EZEMIDLALO: Ukuba itumente yeSevens iyafadala, ibhola yomboxo ifile. Itumente yebhola yombhoxo iSevens isengxakini kwaye idinga uncedo kubantu abakumanqwanqwa aphezulu. Ixabiso lemidlalo yegolide lisemngciphekweni.
Igqala lomyili weFashoni libesenzisa ukuthunga ukulwisana nokuxhatshazwa okuselelelwe kwisini
Uyili wefashoni odumileyo uSonwabile Ndamase uqubisana nokuxhatshazwa okusekelelwe kwisini, ngokufundisa ukuthunga amanina asemngciphekweni.
Amafama asakhasayo athi ngamantsintsintsi ukufumana iimpepha mvume zokulima icuba labathwa
Amafama asakhasayo alima icuba labathwa kwindawo zasemaphandleni kwiphondo leMpuma Kapa athi ayasokola ukufumana iimpepha mvume zokulima elicuba.
UMbalula angaluncedo ekuvuseleleni ubuKumkani baMampondomise
Indlu yobukumkani baMampondomise ikwinkqubo yokuvuselela ubukumkani bayo, obatshabalala ngonyaka ka1818.