Samsung Galaxy A14

Bayaziphandela abantwana bephondo leMpuma Kapa 

0
Uye wavukelwa yinkxalabo uNosiphiwo Nompumza emva kokunkqonkqozelwa yinkwenkwana ibingekhangeleka ingafikanga nakwishumi lesibini leminyaka ihamba icela ukutya kwilokishi yaseMdantsane eMonti. 

Isakhono sokufunda imeko siyadingeka kuJohn Steenhuisen! 

0
Ngubani owayeke wacinga ukuba inkokheli yeFF-plus uGqr Pieter Groenewald inga nguye onokuza nezisombululo eziluncedo malunga nokusombulula iingxaki zoMzantsi Afrika xa kuthelekiswa nenkokheli yombutho weDA uJohn Steenhuisen.

UBeyoncé ulahlekile eMalawi 

0
UBeyoncé unyamalele eMalawi. 

Indawo yokucheba enomahluko

0
Ishishini lokucheba iBikini Barber eLangenbaan livuselele umfutho wale dolophu ikunxweme olusentshona.

Ingozi emasikizi ibulele abantu abane kweliphondo leMpuma Kapa 

0
Ngabantu abane abaphulukene nemiphefumlo yabo kwakhona kwindlela zephondo leMpuma Kapa njengoko amadoda amane esweleke kwingozi yesithuthi sohlobo lwePolo esintlitheke kwiloli ngoLwesibini.

Iqela lomculo iSoweto Choir izibonakalisile eMelika 

0
Ikwayala yolutsha yaseMzansi icule ingoma kaNightbirde ethi “It’s Ok” kukhuphiswano iAmerica's Got Talent yashiya iijaji kunye nababukeli belila iinyembezi.  

Intlekele yokusweleka kwabantwana abahlanu 

0
Kubanjwe umqhubi wesithuthi sohlobo lwebakkie ebithutha abantwana ibasa esikolweni ngentseni yangolwesibini, emva kokuba ithe yantlitheka kwizibane zendlela yatyekeza abantwana bayokutshona phantsi kwetaxi kunye nebhasi yeGolden Arrows.  

Usemngciphekweni wokugxothwa uMagashule

0
Ixesha lifikile! UAce Magashule unikwe intsuku ezisixhenxe ukuba achaze ngezenzo zakhe okanye azifumanele umbutho omtsha.

‘Umasipala ombaxa awukwazi ukuqhuba ngaphandle kwesikhokhelo’ utsho usodolophu waseNMB 

0
Usodolophu owonyulwe ngokutsha kumasipala iNelson Mandela Bay uGary van Niekerk ubhengeze isigqeba sakhe nangona kukhona imbambano eqhubayo yokulwela izikhundla kulawulo lwamaqela aphikisayo akhokhelwe ngumbutho weANC.  

Kubanjwe indoda nemipu engekho mthethweni eSajonisi 

0
Kubanjwe indoda efunyaniswe nemipu kunye neembumbulu ezingekho mthethwemi kummandla owonganyelwe lulwaphulo mthetho lokubulawa kwabantu eMajola, eSajonisi kweliphondo leMpuma Kapa.