Iziko elitsha lokuphehla umbane lakwaEskom liyasilela kwimveliso yombane
Elona ziko litsha lokuphehla umbane kwilizwe loMzantsi Afrika iKusile Power Station, livelisa umbane olinganiselwa kumyinge ka19% kuphela - kwaye kulindeleke ukuba oku kuqhube de kube yinyanga yoMnga.
Imibutho ephikisayo ayibonakali indima yayo kubemi beli
Ayinanto yokwenza nokubaxa into yokuthi amaqela aphikisayo kweli loMzantsi Afrika ayabaphoxa abavoti.
Ziya ngokuvela iintanda kumtshato weDA kunye namaqela amancinci eGqeberha
Uphantse waqhawuka ujingi abantwana bedlala kulawulo lwendibaniselwano olukhokelwe ngumbutho weDA eNelson Mandela Bay, njengoko elinye lamaqela amancinci kulendibanisela beligrogrisa ngokuqhawula umtshato ngentseni yangoLwesibini.
U-Eskom ubila esoma ezama iqhinga lokunqanda ukuba singafiki isigaba sesibhozo
Inyaniso ngemeko emaxongo yonikezelo lombane kwilizwe loMzantsi Afrika ivele elubala kule veki, njengoko uluntu lweli kunye namashishini elahlekelwa ziyure ezilishumi elinesibini ngosuku ngenxa yokungabikho kombane.
Ulutsha luphelelwe lithemba kwinkululeko
Bangaphantsi komyinge omnye ekhulwini abantu abatsha beli abaneminyaka engaphezu kweshumi elinesibhozo ababhalisele ukuvota.
Umongameli uthembisa ngokuqubisana nocimi-cimi wombane
Umongameli uCyril Ramaphosa udale ukudideka okumandla ngendima edlalwa yipolitiki kwicandelo lezamandla, nanjengoko ebhengeze ukuba kuza kubakho umphathiswa wezombane.
Azivumelekanga iiDrones ukubhabha ngaphezu kwepalamente ngaphambi kweSONA
Umkhosi wokhuseleko awudlali: Ukuba uyayithanda idrone yakho, ungakhe ulinge uyibhabhise ngaphezu “kwesakhiwo sepalamente yeli”.
Umasipala ombaxa iZululand ujamelene nembambano yezopolitiko
Wonke ubani uzifunela nokuba liqhekeza lomasipala wasekuhlaleni Umhlathuze - ikhaya lamalahle eRichards Bay.
ngaba ufuna ukuba yingqonyela yakwaEskom? Nantsi imfihlo yokuqeshelwa lo msebenzi
Ungazihluphi ngokufaka isicelo somsebenzi kwisithuba esivulekileyo sengqonyela yakwa Eskom ukuba khange utsalelwe umnxeba ngumphathiswa wesebe lezimbiwa namandla uGwede Mantashe, okanye abo asebenzisana nabo.