Samsung Galaxy A14

Umculo weRock uzakugqugqisa kweli!

0
Xa ujonge umculo wohlobo lweRock ‘n roll, iilokishi zomzantsi Afrika yindawo yokugqibela onokulindela ukuba ufumane oluhlobo lomculo kuzo. Kodwa konke oku kuzakutshintsha. 

Ityotyombe likaRasta elinemigangatho emibini yintandokazi yabahlali baseZiphunzana

0
EZiphunzana kwaC Section eMonti, abahambi ngenyawo bayazifela ngetyotyombe likaIyahcracy elakhiwe lanemigangatho emibini. 

Hayi Khona Akon!  Isigidi seeRandi ungasibenzelanga? 

0
Ife namthanyane indawo yolonwabo ekhethekileyo iSaint Lounge night club eKapa, njengoko kule nyibidyala ibibekele bucala imicimbi yolonwabo eliqela ebizaku khokelwa yimvumi edumileyo eyinzalelwane yaseSenegal uAkon, amatikiti okubona le mvumi ebehamba ayokutsho kwisigidi seeRandi. 

USibusiso ubeka isonka etafileni ngokoja inyama

0
Indoda yasesajonisi enesakhono sokupheka inyama, ijike yabangusomashishini odumileyo kwabo batyelela elwandle. 

Abathandi bomyhadala weDituruba bawuvale ngoncuthu lomdaniso unyaka ka2022

0
Kumawaka abantu abaphuma kumaphondo aquka iMpumalanga, iRhawuti, iLimpopo kunye Nomntla Ntshona, akukho kubhiyozela unyaka omtsha ngaphandle kokuzimasa umnyhadala waminyaka le iDiturupa obanjelwa eMarapyane eMpumalanga.  

Ababoni ngasonye abathandi bomculo malunga nengoma eyohlukanise unyaka kwisikhululo Ukhozi FM

0
Minyaka le abathandi bomculo kweli bahlala bebaze iindlebe belindele ukuva iingoma ezakohlukanisa unyaka. Kwelityeli basele bentlandlo mbini abathandi bomculo ngenxa yengoma yeqela iBig Nuz ethi “Ngeke”, eyohlukanise unyaka kwisikhululo sikanomathotholo Ukhozi FM.

Ubeke inkcubeko yamaMpondo emanqwanqweni intokazi enguMiss Indoni walonyaka

0
Ikumkanikazi yamaMpondo uSimangele Kitana ukwiphulo lokufundisa isizwe ngenkcubeko yamaMpondo emva kokuphumelela isitshaba sokuba nguMiss Indoni Culturala South Africa wonyaka ka 2022.  

Kungenzeka uzivalele amathuba okubuyela embokweni uMchunu

0
Kungenzeka ukuba uwatshabalalise ngokwakhe amathuba okubuyela embokweni lowo wayesakuba ngumsasazi kwisikhululo sikanomathotholo Ukhozi FM uNgizwe “Zulu Charmer” Mchunu.

Abemi baseLimpopo baqaqambisa ubuni babo

0
Incwadi evela eLimpopo: Nangona bevela kwelinye icala lohola wendlela uN1, uThabiso Sekhula uthi lanto ikhethekile ngeLimpopo ibenzela indumasi kwiidolophu ezinkulu yaseLimpopo yiyona ibanika indumasi kwidolophu ezinkulu. 

Ugxothiwe odlala indawo kaSuperman uHenry Cavill

0
Usaziwayo kumdlalo kamabonakude waseHollywood, uHenry Cavill uphinde wagxothwa kwakhona kwindawo yokulinganisa uSuperman, emva nje kweeveki ebhengeze ukuba ubuyele kulomboniso.