Kudutyulwe kwalimala umfundi kuqweqwediso kwindawo yokuhlala abafundi beDyunivesithi iWSU
Umfundi omnye ufumene umonzakalo emva kokuba kungene amasela akhuthuza umfundi emkhombe ngomkhono wekati, kwenye yeendawo zokuhlala abafundi beDyunivesithi iWalter Sisulu eMonti.
Inqunyanyisiwe inkqubo yokuvalwa kweendlela licandelo lezothutho kwiphondo leMpuma Kapa
Inkqubo yokuvalwa kweendlela ephazamise iindawo ezohlukeneyo kwiphondo leMpuma Kapa ngentseni yangoLwesine inqunyanyisiwe kude kube ngoMvulo.
Ujamelene netyala lokuzama ukubulala umnikazi wendawo yentselo
Umnikazi wendawo yentselo waseKhayelitsha ujamelene netyala lokuzama ukubulala emva kwezityholo zokuba ugalele omnye wabathengi bakhe ngamanzi abilayo.
UMongameli ujongwe ngamehlo abomvu ukuba asuke esikhundleni ngabangcatshi bakhe
Iqela lendibanisela yamalungu athile ombutho weANC elisazikhotha amanxeba, lisajonge ukususa uRamaphosa esihlalweni.
Xa unesithukuthezi, mvuthele akonelise
Madoda ukuba ufuna ukudla kamandi kodwa, awufuni kuhlawulela iizidlo zangokuhlwa, okanye izipho, ikhona impendulo.
Ime ngxii yonke into kwiphondo leMpuma Koloni
Iyaqhuba inkqubo yokumiswa ngxi kwentshukumo zoluntu kuhola wendlela uN2 kweliphondo leMpuma Kapa.
Angalindela ukwamkelwa ngezandla ezishushu uPutin eMzantsi
Umongameli welizwe laseRussia, uVladimir Putin, endaweni yokubanjwa angasuke afumane ulwamkelo lonyana wolahleko ombathiswe iingubo zikanokutsho kwilizwe loMzantsi Afrika.
Incwadi kaNadia Nakai eya kuAKA!
Kwixeshana nje elingaphezulwana kwenyanga emva kokudutyulwa kwemvumi yomculo weHip Pop uKiernan "AKA" Forbes, ubomi bunzima kakhulu ngaphandle kwakhe kwiqabane lakhe uNadia Nakai.
Utyholwa ngobuqhophololo omnye wabasebenzi besixeko saseKapa
Abahlali base Kuyasa eKhayelitsha batyhola umsebenzi wesixeko saseKapa ngokunyanzelisa intlawulo ngaphambi kokuba athathe inkunkuma yabo.
Ingaba uBroos uzifumanele eyona golide ku Mailula?
Ixesha elongezelelweyo: Oko wathi wabekwa njengomqeqeshi weBafana Bafana ngenyanga kaCanzibe ngonyaka ka2021, uHugo Broos ubesoloko esokola ukufumana umdlali othembekileyo ofaka amanqaku - kude kubengoku, kubhala uMicheal Madyira.