Xa unesithukuthezi, mvuthele akonelise

Ngu Everson Luhanga

Madoda ukuba ufuna ukudla kamandi kodwa, awufuni kuhlawulela iizidlo zangokuhlwa, okanye izipho, ikhona impendulo. 

Owasetyhini wokuzenzela, uzakunika inkonzo ngalo lonke ixesha ufuna, noba uphi noba kunini uyafumaneka. 

Soze uphinde wophuke intliziyo. Akukho mntu uzakuphinde athi kuwe ‘standwa, kufuneka sithethe’.

Samsung Galaxy 14G

Akukhomali izakuphuma inyanga nenyanga. Asoze uphinde ulinde ixesha elide ukuzonwabisa.

Akukhomntu uzakuphinde akucele idunked wings okanye i-ice tropez.

Akukhomntu azakube ephawula ngelungu lakho langasese emva kwenkonzo esithi, “uya khawuleza” okanye “umkhulu” okanye “umncinci kakhulu.”

Uthi wakugqiba, umkhuphe umoya uphinde umphindisele ekhabhathini. 

Ngoku, uzakuphila ubomi bolonwabo kwaphela. 

Umahluko nje, kukuba akapheki xa ufuna ukutya. 

Kodwa uzakwenza njani xa ufuna umntu ozakuhlala naye, umntu ozakuhleka naye uthethe naye? 

Kona, ingaba ukuzifaka kwiplastiki kuyafana nolonwabo olufumana kowasetyhini wangenene?

Omnye wamadoda, yonke lemibuzo uyibekele bucala wathi, ikamva likhona apha. 

“Ukuba ukucoca indlu nokupheka kuphela kwengxaki endiza kuba nazo xandifumana lonodoli, ndizakuqesha abantu bokwenza ezozinto. Ndiza kuzifumanela omnye wabanodoli,” 

Ngelishwa amadoda amaninzi ebekhangela ebuza owona mbuzo: ndingamthenga phi omnye waba nodoli?

Kodwa ke sizakubona ukuba baziva njani, xa amanina enyanzelisa ukufumana onodoli babo abavuthelwayo. 

Umfanekiso ongasentla: Sithengisa unodoli wenkonzo yangasese