eskommando

Imeko imaxongo kwicandelo lezempilo eNtshona Koloni

0
Urhulumente weli uvumile ukuba abona bantu bazakuchaneka kakhulu kukuncitshiswa kohlahlo lwabiwomali kwicandelo lezempilo, ngamahlwempu.

Inkwenkwana ibihlukunyezwa nguyisemkhulu ihlangulwe ngabahlali

0
Inkwenkwana eneminyaka elithoba ibotshelelwe ngentambo yabethelwa oogqirha nezicaka nguyisemkhulu eLusikisiki.

Kwiindaba ebeziphala phambili kuleveki

0
Kwebezinkqenkqeza phambili kuleveki iphelileyo:

Ide yana nasentlango

0
Kulonyaka uphelileyo kwangelixesha linye, usuku lokoma nko kwamadama omasipala ombaxa iNelson Mandela Bay lwalusele lungxangile. Kodwa kulonyaka, emva kwezantyalantyala zeemvula amadama kulommandla azele ayaphuphuma.

Kwiindaba ebeziphala phambili kuleveki

0
Kwebezinkqenkqeza phambili kuleveki kweliqonga leendaba.

Ingaba ngubani otyikityileyo? Leyo yintsindabadala

0
USibongile Mdletshe, ongumncedisi wekumkani uMisuzulu, uyaziphikisa izityholo zokuba utyikityo olukumaxwebhu okugxotha usihlalo weIngonyama Trust lolomgunyathi.

Usopolitiki waseKZN ubandakanyeka ekufeni kwetyendyana

0
USenzo Buthelezi, usomlomo webhunga lomasipala waseUlundi, uthi ibingunogada obeqhuba imoto eyatshayisa ze yacela kwabanentsente

“Ngena uphilile, uphume ugula”

0
Ababenziwe utyando lweAppendix kwisibhedlele saseLivingstone eGqeberha bakhala ngokubolelwa yimithungo emva kotyando.

Kwiindaba ebeziphala phambili kuleveki

0
Kwebezinkqenkqeza phambili kuleveki sisuka kuyo.

Kwiindaba ebeziphala kuleveki

0
Kwebezinkqenkqeza phambili kuleveki sisuka kuyo.
Gizzu